Iinkokheli 11:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wasaba ke uJefta kubantakwabo, waya kuhlala kumhlaba waseTobhi. Apho ke kwabuthelana kuye iindlavini ezithile, zaza zaba ngamahlakani akhe.

Iinkokheli 11

Iinkokheli 11:1-4