Iinkokheli 11:2 Ibhayibhile (XHO96)

wayenabanye oonyana, bezalwa ngumkakhe; bathi bakukhula bamgxotha uJefta. Bathi kuye: “Wena awunakuzuza lifa kwindlu katata; kaloku uzalwa mfazi wumbi.”

Iinkokheli 11

Iinkokheli 11:1-9