Eyeziqalo 41:15 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi ukumkani kuJosefu: “Ndinephupha ekungekho bani ube nako ukulichaza. Ke ndivile ukuba uyakwazi ukuchaza amaphupha.”

Eyeziqalo 41

Eyeziqalo 41:14-24