Eyeziqalo 41:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wathi makabizwe uJosefu, waza ngoko nangoko wakhululwa entolongweni. Akuba etshevile, wanxiba kakuhle, wasiwa kukumkani.

Eyeziqalo 41

Eyeziqalo 41:10-17