UEsawu weva ukuba uYakobi usikelelwe wathunyelwa ePadan-aram,Oko kukuthi “kwiMesopotami engentla” ukuba aye kufuna umfazi. Weva nokuba xa wayesikelelwa wayalelwa ukuba angaze athathe umfazi eKanana.