Eyeziqalo 28:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wenjenjalo ke uIsake ukundulula uYakobi, emthumela ePadan-aram kuLabhan unyana kaBhetuweli umAram. Lo Labhan ngumnakwabo-Rabheka unina kaYakobi noEsawu.

Eyeziqalo 28

Eyeziqalo 28:1-6