Eyemfuduko 38:17 Ibhayibhile (XHO96)

Iziseko zeentsika wazenza ngobhedu; ke wona amahaki nemiqadi wayenza ngesiliva, futhi neentloko zeentsika wazityabeka kwangayo. Iintsika zenkundla zonke wazidibanisa ngemiqadi yesiliva.

Eyemfuduko 38

Eyemfuduko 38:14-15-24