Eyemfuduko 38:18 Ibhayibhile (XHO96)

Umkhusane wesango lenkundla wawenza ngelaphu elisontwe ngobuchule, liyile mibala: ozuba, omsobo, obomvu, wawaqhoqhonya wawahombisa ngobunono. Umkhusane wawuziimitha ezilithoba ubude, zimbini ukuphakama, kwanjengalowo wenkundla.

Eyemfuduko 38

Eyemfuduko 38:12-23