2 Yookumkani 8:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka weshumi elinambini elawula uYoram unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, uAhaziya unyana kaYehoram ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula kwaJuda.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:21-29