2 Yookumkani 8:26 Ibhayibhile (XHO96)

Waqalisa ukulawula xa aneminyaka emashumi mabini anambini, waza walawula eJerusalem unyaka wamnye. Unina yayinguAtaliya umzukulwana kaOmri ukumkani wakwaSirayeli.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:18-29