2 Yookumkani 8:24 Ibhayibhile (XHO96)

UYehoram ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. UAhaziya unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe wangukumkani.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:15-29