2 Yookumkani 5:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uNahaman wehla waya eJordan, wafika wantywila khona kasixhenxe ngokwelizwi awayelixelelwe ngumfo wakwaThixo. Ngenene ke ulusu lwakhe lwahlaziyeka lwahlambuluka lwaba njengolomntwana.

2 Yookumkani 5

2 Yookumkani 5:6-15