2 Yookumkani 5:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke zona izicaka zikaNahaman zaya kuye, zathi: “Nkosi, ukuba umshumayeli lowa ebethe yenza into enkulu kunale, ngaba ubungayi kuyenza na? Kukangakanani ke, nkosi, xa yena esithi: ‘Hlamba ukuze uhlambuluke’!”

2 Yookumkani 5

2 Yookumkani 5:12-23