2 Yookumkani 4:40 Ibhayibhile (XHO96)

Isityu eso ke saphakwa sanikwa loo madoda, kodwa ke athe xa aqalayo ukutya akhala athi: “Mfo wakwaThixo, ukufa kusembizeni!” Akaba nako ke ukusitya esi sityu.

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:30-44