2 Yookumkani 4:41 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uElisha wathi: “Ndiziseleni umgubo wengqolowa.” Wawuthatha ke, wawugalela apho embizeni, wathi: “Phakelani abantu batye.” Bakutya ke ukutya oko kungenasikhwa.

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:39-44