2 Yookumkani 4:39 Ibhayibhile (XHO96)

Omnye wâbo bashumayeli waphuma, waya emasimini, wafika waqokelela amathangazana. Wawaqokelela wawaqushula ngesondo lengubo yakhe. Akubuya ke wawanqunqela kuloo mbiza yesityu, nakuba kwakungekho mntu uwaziyo into ayiyo.

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:31-44