2 Yookumkani 16:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo ke uAhazi wayithatha isiliva kunye negolide ezazisendlwini kaNdikhoyo nakoovimba bakomkhulu, wazithumela zasisipho arhuma ngaso kukumkani waseAsiriya.

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:1-13