2 Yookumkani 16:7 Ibhayibhile (XHO96)

UAhazi ke wathumela izigidimi kuTigelate-pilezere, ukumkani waseAsiriya, esithi kuye: “Mna ndisisicaka nebamba lakho; ngoko ke nceda uze kundihlangula, naku ndihlaselwa ngukumkani wakwa-Aram ekunye nowakwaSirayeli.”

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:6-15