2 Yookumkani 16:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani waseAsiriya ke wasamkela eso sicelo, waza ke wahlasela iDamasko. Abemi bakhona wabafudusela eKiri, ke yena uRezin wambulala.

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:8-15