2 Yookumkani 16:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo thuba ke ukumkani uRezin wakwa-Aram wayibuyisela kwa-Aram iElati, wabagxotha kuyo abantu bakwaJuda. Aza ke angena ema khona amaSiriya unanamhla.

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:5-16