2 Yookumkani 12:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yona imali yeminikelo yobutyala neyamadini esono yayingeziswa endlwini kaNdikhoyo, kuba yayiyeyababingeleli.

2 Yookumkani 12

2 Yookumkani 12:10-20