2 Yookumkani 12:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ngeli thuba ke ukumkani wakwa-Aram uHazayeli wahlasela iGati wayithimba. Wabuya ke wahlasela neJerusalem.

2 Yookumkani 12

2 Yookumkani 12:7-21