2 Yeziganeko 36:9 Ibhayibhile (XHO96)

UJoyakin waqala ukulawula eneminyaka elishumi elinesibhozo, waza walawula eJerusalem iinyanga ezintathu ezineshumi leentsuku. Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:1-11