2 Yeziganeko 36:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ezinye zeziganeko zolawulo lukaJoyakim, nezinto ezimanyumnyezi awazenzayo, nako konke okwakhe, nâzo encwadini yookumkani bakwaSirayeli nabakwaJuda. UJoyakin unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:7-16