2 Yeziganeko 36:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngentlakohlaza ukumkani uNebhukadenezare wathumela waya kuthathwa wasiwa eBhabheli kunye nezinto ezixabisekileyo zendlu kaNdikhoyo. Wathatha uyisekazi kaJoyakin uZedekiya wamenza ukumkani wakwaJuda naseJerusalem.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:1-19