2 Yeziganeko 30:26 Ibhayibhile (XHO96)

Yayilulonwabo nemincili eJerusalem. Kaloku ukusukela kwimihla kaSolomon unyana kaDavide, ukumkani wakwaSirayeli, lalingazange libe khona eli theko eJerusalem.

2 Yeziganeko 30

2 Yeziganeko 30:21-27