2 Yeziganeko 30:25 Ibhayibhile (XHO96)

Laba nemihlali lonke ibandla lakwaJuda, ndawonye nababingeleli nabaLevi nabo bonke ababephuma kwaSirayeli, kwakunye neentlanga ezaziphuma kwaSirayeli nezazimi kwelakwaJuda.

2 Yeziganeko 30

2 Yeziganeko 30:19-27