2 Yeziganeko 30:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ababingeleli nabaLevi bema ngeenyawo babathamsanqelisa abantu, waza ke uThixo wabeva. Kaloku umthandazo wabo waya kufikelela ekhayeni lakhe elilodwa ezulwini.

2 Yeziganeko 30

2 Yeziganeko 30:23-27