2 Yeziganeko 25:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. UAmaziya waba ngukumkani eneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anethoba. Unina yayinguYowadan intombi yaseJerusalem.

2. Yena wenza okulungileyo emehlweni *kaNdikhoyo, noxa wayengaphelelisanga.

2 Yeziganeko 25