2 Yeziganeko 24:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ingcombolo yoonyana bakhe kwaneentshumayelo ezingaye, nenkcazo mayela nokuhlaziywa kwendlu kaThixo, nâzo encwadini yamanqaku eembali zookumkani. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uAmaziya.

2 Yeziganeko 24

2 Yeziganeko 24:19-27