2 Yeziganeko 25:1 Ibhayibhile (XHO96)

UAmaziya waba ngukumkani eneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anethoba. Unina yayinguYowadan intombi yaseJerusalem.

2 Yeziganeko 25

2 Yeziganeko 25:1-2