2 Yeziganeko 21:4 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba ezinzile embusweni kayise uYehoram wababulala bonke abantakwabo ndawonye namatshawe athile akwaSirayeli.

2 Yeziganeko 21

2 Yeziganeko 21:2-5