2 Yeziganeko 21:3 Ibhayibhile (XHO96)

Uyise wabanika intaphane yezipho: isiliva, igolide, nezinto ezixabisekileyo, kananjalo nezixeko ezinqatyisiweyo kwelakwaJuda. Kambe ke wona umbuso wawunika uYehoram, kuba kaloku wayengunyana wamazibulo.

2 Yeziganeko 21

2 Yeziganeko 21:1-7