2 Yeziganeko 21:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYoshafati waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena uYehoram unyana wakhe.

2 Yeziganeko 21

2 Yeziganeko 21:1-2