2 Yeziganeko 20:37 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uEliyezere unyana kaDodavu waseMaresha washumayela ngoYoshafati wathi: “Ngenxa yokuba unxibelelene noAhaziya, uNdikhoyo uza kuyitshabalalisa loo nto niyenzileyo.” Iinqanawa ezo ke zasuka zatshona, azabi nako ukulithatha elo phulo lorhwebo.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:29-37