2 Kasamweli 9:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakukho isicaka sakwaSawule apho, uZibha igama. Kwathiwa masiye phambi kokumkani. Wasibuza ukumkani sakufika wathi: “UnguZibha wena?”Saphendula sathi: “Ewe, ndinguye umkhonzi wakho.”

2 Kasamweli 9

2 Kasamweli 9:1-5