2 Kasamweli 9:3 Ibhayibhile (XHO96)

Uqhube wathi ukumkani: “Ngaba kusekho impunde ekhoyo endlwini kaSawule? Ndifuna ukubonakalisa inceba kaThixo kuyo.”UZibha wathi kukumkani: “Ewe, kusekho unyana kaJonatan; nto nje ulimele iinyawo zombini.”

2 Kasamweli 9

2 Kasamweli 9:1-10