2 Kasamweli 5:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uDavide waqonda ukuba uNdikhoyo umzinzisile wangukumkani kwaSirayeli, eqonda nokuba uNdikhoyo ulawulo lwakhe uluphakamisile ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.

2 Kasamweli 5

2 Kasamweli 5:3-16