2 Kasamweli 5:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ukufika kwakhe eJerusalem, evela eHebron, uDavide waphinda wathatha abanye abafazi namaqadi, waza ke wazala abanye oonyana neentombi.

2 Kasamweli 5

2 Kasamweli 5:10-21