2 Kasamweli 5:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uHiram waseTire wathumela izigidimi kuDavide, ziphethe izibonda zomsedare, zihamba nabachweli kunye neengcibi zamatye, zaza zamakhela ibhotwe uDavide.

2 Kasamweli 5

2 Kasamweli 5:1-12