2 Kasamweli 4:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uIshbhoshete wayenabafo ababini abaziinkokheli zabanqolobi. Ayezizinto zikaRimon wesizwe sakwaBhenjamin eBheroti. Amagama abo bafo yayinguBhana noRekabhi. IBheroti le ibalelwa kwaBhenjamin.

2 Kasamweli 4

2 Kasamweli 4:1-5