2 Kasamweli 4:1 Ibhayibhile (XHO96)

Unyana kaSawule uIshbhoshete waphelelwa ngamandla zakufika iindaba zokuba uAbhinere ufele eHebron, othuka kakhulu namaSirayeli.

2 Kasamweli 4

2 Kasamweli 4:1-11