2 Kasamweli 3:19 Ibhayibhile (XHO96)

Waya nakwaBhenjamin uAbhinere, wawubhekisa nakubo lo mlomo. Usuke apho waya kuDavide eHebron, wamchazela ngeembono zabantu bakwaBhenjamin nabakwaSirayeli.

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:10-22