2 Kasamweli 3:18 Ibhayibhile (XHO96)

Nali ke ngoku elo thuba. Ze nikhumbule ukuba nguNdikhoyo owathi kuDavide: ‘Sisicaka sam uDavide endiya kukhulula abantu bam amaSirayeli ngaso kumaFilistiya nakuzo zonke iintshaba zabo.’ ”

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:9-26