2 Kasamweli 23:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Andinakuze ndiwasele la manzi, Ndikhoyo. Loo nto ingafana nqwa nokusela igazi lala madoda abubeke esichengeni ubomi bawo.” UDavide wala ukuwasela loo manzi.Zazinjalo ke izigigaba zaloo magorha mathathu.

2 Kasamweli 23

2 Kasamweli 23:15-27