2 Kasamweli 23:18 Ibhayibhile (XHO96)

UAbhishayi, umntakwabo-Jowabhi, onina unguZeruya, yayinguye inkokheli yamashumi amathathu amagorha. Yena ngomkhonto wakhe walwa namadoda angamakhulu amathathu, wawabulala, watsho wabalasela njengaloo magorha mathathu.

2 Kasamweli 23

2 Kasamweli 23:8-27