2 Kasamweli 2:16 Ibhayibhile (XHO96)

Umfana ngamnye wayebamba lowo akhuphisana naye entloko, amgwaze ngekrele ephangweni. Loo nto ke yatsho bafa kunye bonke. Loo ndawo ke eGibheyon kuthiwa yiHelekati-hazurim.

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:15-25