2 Kasamweli 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kwasuka ishumi elinambini labafana limele uIshbhoshete unyana kaSawule ngakwicala lakwaBhenjamin, baqubisana neshumi elinambini labafana becala likaDavide.

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:6-25