2 Kasamweli 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kwavuka idabi elibi ngaloo mini, uAbhinere neqela lakwaSirayeli boyiswa ngamadoda ecala likaDavide.

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:12-19