2 Kasamweli 15:31 Ibhayibhile (XHO96)

Waxelelwa uDavide kwathiwa: “Naye uAhitofele ukwicala labavukeli kunye noAbhasalom.” Ke uDavide wathandaza wathi: “Uzuwaphanzise, Ndikhoyo, amacebo ka-Ahitofele!”

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:23-37